UMATEYU 27:22-23
UMATEYU 27:22-23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bathe ke bona, NguBharabhas. Athi uPilato kubo, Ndímenzeni na ke uYesu ekuthiwa nguKristu? Bathi kuye bonke, Makabethelelwe emnqamlezweni. Yathi ke irhuluneli, Kuba enze bubi buni na? Kwaba kukhona ke bancamisayo ukunkqangaza, besithi, Makabethelelwe emnqamlezweni.
UMATEYU 27:22-23 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Athi uPilato kubo, Ndimenzeni na ke uYesu ekuthiwa nguKristu? Bathi kuye bonke, Makabethelelwe emnqamlezweni. Yathi ke irhuluneli, Kuba enze bubi buni na? Kwaba kukhona ke bakhalayo ngakumbi, besithi, Makabethelelwe emnqamlezweni.
UMATEYU 27:22-23 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wati kubo u‐Pilati: Ndize nditi nina ku‐Yesu o‐kutiwa ngu‐Kristu? Bati kuye bonke: Makakuruseshwe. Koko inkosi yati: Wenze ukukohlakala kunina pofu? Kodwa bebedanduluka ngakumbi, besiti: Makakuruseshwe.
UMATEYU 27:22-23 IBHAYIBHILE (XHO96)
UPilato wathi kuso: “Ndimenze ntoni na ke uYesu ekuthiwa nguKrestu?” Isihlwele sonke sathi: “Makabethelelwe emnqamlezweni!” Kodwa yena wathi: “Ngenxa yokuba enze bubi buni na?” Kodwa kwaba kokukhona isihlwele sidanduluka ngakumbi sisithi: “Makabethelelwe emnqamlezweni!”