UMATEYU 28:19-20
UMATEYU 28:19-20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Hambani ngoko niye kuzenza abafundi zonke iintlanga, nibabhaptizela egameni loYise, loNyana, loMoya oyiNgcwele; nibafundisa ukuba bazigcine zonke izinto endiniwisele umthetho ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli. Amen.
UMATEYU 28:19-20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Hambani ngoko niye nizenze abadisipile zonke intlanga, nibabapitizeshela egameni LOYISE ne LONYANA ne LOMOYA OYINGCWELE, nibafundisa ukugcina zonke izinto endiniyalele ngazo: kanjalo bona ke, ndiko mna kunye nani yonke imihla kude kube kukugqityelwa kwelizwe elikoyo. Amene.
UMATEYU 28:19-20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Hambani ngoko niye kuzenza abafundi zonke iintlanga, nibabhaptizela egameni loYise, loNyana, loMoya oyiNgcwele; nibafundisa ukuba bazigcine zonke izinto endiniwisele umthetho ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli. Amen.
UMATEYU 28:19-20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko hambani niye kuzenza abafundi zonke iintlanga, nibabhaptize egameni loYise, neloNyana, neloMoya oyiNgcwele; nibafundisa ukuba bazenze zonke izinto endiniyalele ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli.”