UMATEYU 28:20
UMATEYU 28:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
nibafundisa ukuba bazigcine zonke izinto endiniwisele umthetho ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli. Amen.
Yabelana
Funda UMATEYU 28UMATEYU 28:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
nibafundisa ukuba bazenze zonke izinto endiniyalele ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli.”
Yabelana
Funda UMATEYU 28