UMATEYU 28:5-6
UMATEYU 28:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Saphendula ke isithunywa, sathi kubafazi abo, Musani ukoyika nina; kuba ndiyazi ukuba nifuna uYesu, lowo ubebethelelwe emnqamlezweni. Akakho apha; kuba uvukile, njengoko watshoyo; yizani niyibone indawo apho ibilele khona iNkosi
Yabelana
Funda UMATEYU 28UMATEYU 28:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yaza yapendula ingelosi yati kubafazi abo: Musani kwoyika nina; ngokuba ndisazi ukuba niyamfuna u‐Yesu obekuruseshiwe. Akako apa; ngokuba evukile, njengokuba wabetshilo. Yizani, nibone indawo apo INKOSI yabilele kona.
Yabelana
Funda UMATEYU 28UMATEYU 28:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Saphendula ke isithunywa sathi kubafazi abo, Musani ukoyika nina; kuba ndiyazi ukuba nifuna uYesu, lowo ubebethelelwe emnqamlezweni. Akakho apha; kuba uvukile, njengoko watshoyo; yizani niyibone indawo apho ibilele khona iNkosi.
Yabelana
Funda UMATEYU 28