UMATEYU 7:11
UMATEYU 7:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ngoko nina, nikhohlakele nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi na yena uYihlo osemazulwini ukugqithisela ngokubapha okulungileyo abo bamcelayo?
Yabelana
Funda UMATEYU 7UMATEYU 7:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuba ke ngoko nina, nikhohlakele nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi na ke yena uYihlo osezulwini ukugqithisa ukubapha okulungileyo abo bacelayo kuye?
Yabelana
Funda UMATEYU 7