UMIKA 2:12
UMIKA 2:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kukuhlanganisa okunene, Yakobi, uphela; okunene ndiya kuwabutha amasalela akwaSirayeli; ndiya kubenza babe banye, njengempahla emfutshane yaseBhotsera, njengomhlambi ophakathi kwedlelo lawo; baya kuxokozela ngokuba baninzi kwabantu.
UMIKA 2:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ngenene ndoniqokelela nonke, nzala kaYakobi; ewe, ndowahlanganisela ndawonye amasalela kaSirayeli. Ndonidibanisela ndawonye ngathi ziigusha esibayeni. Oku komhlambi osedlelweni baya kuxokozela ngokuba baninzi kwabo abantu.
UMIKA 2:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndiya kukuhlanganisa okunene, Yakobi, uphela; okunene ndiya kuwabutha amasalela akwaSirayeli; ndiya kubabutha njengempahla emfutshane yaseBhotsera, njengomhlambi ophakathi kwedlelo lawo
UMIKA 2:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndiya kukuhlanganisa upela ngenyaniso, Yakobi! ndiya kusibuta ngenyaniso isisalela so‐Sirayeli; ndobabeka ndawonye njengezimvu zase‐Botsera, njengomhlambi pakati kwedlelo lawo; baya kwenza impitimpiti ngenxa yobuninzi babantu.