UMIKA 3:11
UMIKA 3:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Iintloko zayo zigweba ngenxa yesicengo, nababingeleli bayo bayayala ngenxa yomvuzo, nabaprofeti bayo bavumisa ngenxa yemali; baze bayame ngoYehova, besithi, UYehova àkaphakathi kwethu, yini na? àsiyi kuzelwa bubi.
UMIKA 3:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Iinkokheli zayo zisebenza ngenxa yokunyotywa; ababingeleli basebenzela inzuzo, nabashumayeli benza izityhilelo khon' ukuze bazuze imali, kodwa bayame ngoNdikhoyo besithi: “UNdikhoyo ukho phakathi kwethu. Ngekhe sihlelwe bububi mpela.”
UMIKA 3:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Abathetheli bayo bagweba ngenxa yesicengo, nababingeleli bayo bafundisa ngenxa yesicengo, nabaprofeti bayo baprofeta ngenxa yemali; noko baya kuyama ngoYehova, besithi, uYehova akakho na phakathi kwethu? akukho nto imbi inokusehlela.
UMIKA 3:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Intloko zayo ziyagweba ngenxa yamabaso, nabaperisite bayo bayafundisa ngenxa yomvuzo, nabaprofite bayo bayalaula ngenxa yemali: noko bayayama KUYEHOVA, besiti: UYEHOVA akapakati kwetu na? ububi abuyi kuza pezu kwetu.