UMIKA 4:2
UMIKA 4:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ziya kuhamba iintlanga ezininzi, zithi, Hambani, sinyuke siye entabeni kaYehova, endlwini yoThixo kaYakobi, ukuze asiyalele iindlela zakhe, sihambe ngomendo wakhe; kuba uya kuphuma eZiyon umyalelo, nelizwi likaYehova eYerusalem.
UMIKA 4:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ewe, izizwe ezininzi ziya kuza zithi: “Yizani siye entabeni kaNdikhoyo, endlwini kaThixo kaYakobi. Yena wosifundisa iindlela zakhe, ukuze thina sihambe ngazo.” Kaloku umthetho wophuma eZiyon, liphume eJerusalem ilizwi likaNdikhoyo.
UMIKA 4:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ziya kuza iintlanga ezininzi, zisithi, Yizani, sinyuke siye entabeni kaYehova, endlwini yoThixo kaYakobi; asiyalele iindlela zakhe, sihambe ngeendlela zakhe; kuba umyalelo uya kuvela eZiyon, nelizwi likaYehova eYerusalem.
UMIKA 4:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ewe, zohamba intlanga ezininzi, ziti: Yizani, masinyuke siye entabeni KAYEHOVA, nasendlwini YOTIXO ka‐Yakobi, ukuba asifundise indlela zake, nokuba sihambe emikweni yake; ngokuba umteto uya kupuma e‐Ziyone, nelizwi LIKAYEHOVA e‐Yerusaleme.