UMIKA 5:2
UMIKA 5:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke wena, Bhetelehem-efrata, ùmncinane kunokuba ubekho emawakeni akwaYuda, kuya kuphuma kuwe, eze ngenxa yam, oya kuba ngumlawuli kwaSirayeli, oziphumo zakhe zisusela kumandulo, zisusela kwimihla yasephakadeni.
Share
Funda UMIKA 5UMIKA 5:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Kambe ke nawe, Bhetelehem yase-Efrata, udeleke unjalo kwizindlu zakwaJuda, kanti ke kwalapha kuwe ndiza kuvelisa lowo uya kuba ngumlawuli kaSirayeli, omveli yakhe isukela kwamandulo, kwimihla yasephakadeni.”
Share
Funda UMIKA 5