UMIKA 7:7 - Compare All Versions
UMIKA 7:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke ndiya kuqwalasela kuYehova; ndiya kulindela kuThixo wokusindiswa kwam; úya kundiva uThixo wam.
Yabelana
UMIKA 7 XHO75UMIKA 7:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke mna ndijonge *kuNdikhoyo; ewe, ndikholosa ngoThixo olusindiso lwam. UThixo wam yena uya kundiva.
Yabelana
UMIKA 7 XHO96UMIKA 7:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Mna ke ndiya kuqwalasela kuYehova; ndiya kulindela kuThixo wokusindiswa kwam; uya kundiva uThixo wam.
Yabelana
UMIKA 7 CXB24UMIKA 7:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna kodwa ndiya kukangela KUYEHOVA; ndiya kumlinda UTIXO wosindiswa lwam; woti UTIXO wam andive.
Yabelana
UMIKA 7 XHO1902A