UMARKO 10:27
UMARKO 10:27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Óndele ke kubo uYesu, uthi, Kubantu akunakwenzeka; kuye yena uThixo akunakuba kungenzeki; kuba zonke izinto zinako ukwenzeka kuye uThixo.
Yabelana
Funda UMARKO 10UMARKO 10:27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ondele kubo, uYesu wathi: “Kubantu oku akunakwenzeka, kodwa kuThixo akunakungenzeki, kuba zonke izinto zinokwenzeka kuThixo.”
Yabelana
Funda UMARKO 10