UMARKO 10:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMARKO 10:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi bona, UMoses wakuvumela ukubhala incwadi yokwahlukana, nokumala.
Yabelana
UMARKO 10 XHO75UMARKO 10:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathi bona: “UMosis uyayivumela indoda ukuba ibhale incwadi yokuqhawula umtshato, ize ke imale umfazi wayo.”
Yabelana
UMARKO 10 XHO96UMARKO 10:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati ke: u‐Mosesi ubevumela ukuba kuba̔lwe incwadi yokwahlukanisa, nokuba kulahlwe.
Yabelana
UMARKO 10 XHO1902AUMARKO 10:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Bathi ke bona, uMoses wakuvumela ukubhala incwadi yokwahlukana, nokumala.
Yabelana
UMARKO 10 CXB24