UMARKO 12:43-44
UMARKO 12:43-44 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ebabizele kuye abafundi bakhe, uthi kubo, Inene ndithi kuni, Lo mhlolokazi ulihlwempu uphose ngaphezu kwabo bonke abaphosileyo emkhumbini wokulondoloza imali; kuba bonke abo baphose bethabatha kwikhupha labo; ke yena ekusweleni kwakhe uphose konke abenako, impilo yakhe iphela.
UMARKO 12:43-44 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ebabizele kuye abafundi bakhe, wathi kubo, Inene ndithi kuni, Lo mhlolokazi ulihlwempu uphose ngaphezu kwabo bonke abaphosileyo emkhumbini wokulondoloza imali; kuba bonke baphose bethabatha kwikhupha labo; ukanti yena ekusweleni kwakhe uphose yonke into abenayo, impilo yakhe yonke.
UMARKO 12:43-44 IBHAYIBHILE (XHO96)
UYesu wababizela kuye abafundi bakhe, wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, lo mhlolokazi ulihlwempu unikele ngaphezu kwabo bonke abafake imali kwisikhongozeli. Kuba bonke abanye banikele bekhupha kwintabalala yabo, kanti yena eswele nje, uzibhokoxile, wanikela konke abenako.”
UMARKO 12:43-44 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza wabiza abadisipile bake wati kubo: Ngokwenene nditi kuni: Lomhlolokazi olihlwempu ubagqitisile ngokufaka bonke abafakileyo endaweni yendyebo: ngokuba bona bonke bebefaka kubo ubuninzi babo; kodwa lo kuko ukuswela kwake ebefaka konke oko abenako, kwa konke apila ngako.