UMARKO 13:11
UMARKO 13:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa okuya banir̔olayo ukuninikela, ningabi nasitukutezi ngapambili sokuba noteta nto nina, ningabi nakucinga kanjalo; koko into esukuba ninikwa yona ngeloxeshana, le yiteteni: ngokuba kungenini abatetayo, KUNGUMOYA OYINGCWELE.
Yabelana
Funda UMARKO 13UMARKO 13:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Xa sukuba ke benirhola beya kuninikela, musani ukuyixhalela kwangaphambili into eniya kuyithetha, ningacamangi nokucamanga nto. Into enithe nayinikwa ngelo xa, thethani yona; kuba asinini enithethayo, nguMoya oyiNgcwele.
Yabelana
Funda UMARKO 13