UMARKO 13:9
UMARKO 13:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa zilumkeleni nina: ngokuba beya kuninikela ematyaleni, naniya kutyatyulwa ezindlwini zentlanganiso; ewe, niya kumiswa pambi kwenkosi nokumkani ngenxa yam, kube sisinqi̔no kubo.
Yabelana
Funda UMARKO 13UMARKO 13:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zilumkeleni ke okwenu; kuba baya kuninikela ezintlanganisweni zamatyala, nityatyulwe ezindlwini zesikhungu, nimiswe phambi kwabalawuli nookumkani ngenxa yam, kube bubungqina kubo.
Yabelana
Funda UMARKO 13