INUMERI 12:8
INUMERI 12:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kuthetha naye umlomo kumlomo, ngokubonakalayo, kungabi ngantsonkotha; ásikhangele yena isimilo sikaYehova. Yini na ukuba ningoyiki ukuthetha ngomkhonzi wam uMoses?
Yabelana
Funda INUMERI 12INUMERI 12:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke yena ndithetha naye ubuso ngobuso, hayi ngezangotshe. Ewe, mna ngokwam ndiyazibonakalisa kuye. Hee! Ngani ke ukuba ningoyiki ukuthetha kakubi ngesicaka sam uMosis?”
Yabelana
Funda INUMERI 12