INUMERI 12:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
INUMERI 12:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavutha umsindo kaYehova kubo, wemka yena.
Yabelana
INUMERI 12 XHO75INUMERI 12:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke, wavutha uNdikhoyo ngumsindo, wabashiya.
Yabelana
INUMERI 12 XHO96INUMERI 12:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yavuta ingqumbo KAYEHOVA ngakubo, wada wemka ke.
Yabelana
INUMERI 12 XHO1902AINUMERI 12:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wavutha umsindo kaYehova kubo; wemka ke.
Yabelana
INUMERI 12 CXB24