INUMERI 14:28
INUMERI 14:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yithi kubo, Ndihleli nje, utsho uYehova, inene, njengoko nithethileyo ezindlebeni zam, ndiya kwenjenjalo kuni.
Yabelana
Funda INUMERI 14INUMERI 14:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke baxeleleni ukuba ndithi: ‘Ngenene, ndingophilayo nje, ndiyafunga, ndiza kunenzela kanye le nto niyithethileyo. Nditsho mna Ndikhoyo.
Yabelana
Funda INUMERI 14