INUMERI 14:6-7
INUMERI 14:6-7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena uYoshuwa unyana kaNune, noKalebhi unyana kaJefune, abanye bezaa ntlola, basuka baziqwenga iimpahla zabo ngenxa yokukhathazeka, baza babhekisa kumaSirayeli, bathi: “Hayi bo! Elaa lizwe sivela kulijonga lelihle kunene.
INUMERI 14:6-7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UYoshuwa unyana kaNun, noKalebhi unyana kaYefune, ababekwababelihlolile ilizwe, bazikrazula iingubo zabo. Bathi kwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, Ilizwe esacanda kulo silihlola, lilizwe elihle kakhulu kunene.
INUMERI 14:6-7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
uYoshuwa unyana kaNun, noKalebhi unyana kaYefune, ababephakathi kwabo babethimbe ilizwe, bazikrazula iingubo zabo. Athetha kwisihlwele sonke soonyana bakaSirayeli, esithi, Ilizwe esacanda kulo silihlola, lilizwe elihle kunene.
INUMERI 14:6-7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Bati no‐Yoshuwa unyana ka‐Nune, no‐Kalebi unyana ka‐Jefune, bengabakubo ababepandile ilizwe, baṙazula izivato zabo; bateta kuyo yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli, besiti: Elozwe, esibe sicanda kulo silipande, lilizwe elilungileyo kakulu kunene.