INUMERI 14:9
INUMERI 14:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nto nje nina musani ukumvukela uNdikhoyo, ningabaxhaleli nabemi belo lizwe, kuba siya kuboyisa lula. UNdikhoyo ungakuthi, ibe ke bona bakukutya kwethu, kuba *izithixo zabo azinakubanceda. Hayi bo, sanukuba nadyudyu ngenxa yabo!”
Yabelana
Funda INUMERI 14INUMERI 14:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kodwa musani ukugwilika kuYehova, musani ukuboyika abantu belo zwe nina; kuba bakukudla kwethu. Umkile umthunzi wabo kubo, uYehova unathi; musani ukoyika.
Yabelana
Funda INUMERI 14