INUMERI 25:3 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

INUMERI 25:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

AmaSirayeli azibandakanya ke noBhahalipehore.• Wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli.

INUMERI 25:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)

uBhali wasePehore. Ngoko ke *uNdikhoyo wavutha ngumsindo

INUMERI 25:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kwa njalo o‐Sirayeli bazibandakanya no‐Bali‐pehori: yaza yavuta ingqumbo KAYEHOVA ngako‐Sirayeli.

INUMERI 25:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

AmaSirayeli azibandakanya noBhahali-pehore, waza uYehova wawavutha ngumsindo.