INUMERI 35:34
INUMERI 35:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nize ningalenzi nqambi ke ilizwe enihleli kulo, endihleli kulo; kuba mna, Yehova, ndihleli phakathi koonyana bakaSirayeli.
Share
Funda INUMERI 35INUMERI 35:34 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ningaze nilifake umlaza ilizwe enihlala kulo; kaloku mna ndinguNdikhoyo, ndihlala phakathi kwabantu bam amaSirayeli.”
Share
Funda INUMERI 35