UOBHADIYA 1:15
UOBHADIYA 1:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba isondele imini kaYehova kuzo zonke iintlanga. Njengoko wenzé ngako, kuya kwenjiwa njalo kuwe; okwenzileyo kuya kubuyela entlokweni yakho.
Yabelana
Funda UOBHADIYA 1UOBHADIYA 1:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ewe, kuzo zonke izizwe imini *kaNdikhoyo isondele. Loo nto uyenzileyo, wena Edom, iya kubuya yenziwe nakuwe; isikhuni siya kubuya nomkhwezeli.
Yabelana
Funda UOBHADIYA 1