KWABASEFILIPI 3:7
KWABASEFILIPI 3:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndisuké, zona ezo zinto zabe ziyinzuzo kum, zona ezo ndazibalela ekuthini ziyinkxwaleko ngenxa kaKristu.
Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 3KWABASEFILIPI 3:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa zonke ezo zinto ndandisithi ziyinzuzo, ngoku ndizithatha njengelahleko ngenxa kaKrestu.
Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 3