IMIZEKELISO 11:14
IMIZEKELISO 11:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba akukho kucetyiswa, bayawa abantu; kodwa xa baninzi abacebisi lusindiso.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11IMIZEKELISO 11:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwakuba kungekho mbonisi, bayawa abantu; Usindiso lusebuninzini bamaphakathi.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11