IMIZEKELISO 11:2
IMIZEKELISO 11:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwafika ukukhukhumala, kofika ukucukucezwa; Bunabathozamileyo ubulumko.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11IMIZEKELISO 11:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu ozigwagwisayo uyakhawuleza ukuhlazeka; kambe ke kona ukuzithoba kuhamba nobulumko.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11