IMIZEKELISO 11:4
IMIZEKELISO 11:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ubutyebi abuyincedi nganto ngemini yembandezelo; Ke bona ubulungisa buhlangula ekufeni.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11IMIZEKELISO 11:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Àbunyusi ubuncwane ngemini yokuphuphuma komsindo; Ubulungisa buyahlangula ekufeni.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11