IMIZEKELISO 15:1
IMIZEKELISO 15:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Impendulo ethambileyo ibuyisa ubushushu; Ilizwi elidubulayo linyusa umsindo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 15IMIZEKELISO 15:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
IMPENDULO etambileyo iyanqanda umsindo; kodwa ilizwi elidubulayo liyavusa uqumbo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 15IMIZEKELISO 15:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Impendulo ethambileyo iyawuthibaza umsindo, kanti ke wona amazwi akrwempayo ahlobisa igazi.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 15