IMIZEKELISO 18:22
IMIZEKELISO 18:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Othe wafumana umfazi, ufumene okulungileyo; Uzuzé okulikholo kuYehova.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 18IMIZEKELISO 18:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu ofumene umfazi uzuze okulungileyo; ewe, ufumene okukholekileyo kuNdikhoyo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 18IMIZEKELISO 18:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Othe wafumana umfazi, ufumene okulungileyo, ukholekile kuYehova.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 18