IMIZEKELISO 19:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IMIZEKELISO 19:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abazalwana behlwempu balithiyile; Zibeka phi na izihlobo ukuya kude kulo! Lisukela amazwi angento.
Yabelana
IMIZEKELISO 19 XHO75IMIZEKELISO 19:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ihlwempu alifunwa nangabakowalo; yeka ke ukungafunwa kwalo zizihlobo! Noba selizifuna linezicengo soze lizifumane.
Yabelana
IMIZEKELISO 19 XHO96IMIZEKELISO 19:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke abazalwana behlwempu bayalitiya; kangakananina ngakumbi ke izihlobo zalo nkukwelela kude kulo! liputuma amazwi, akako wona.
Yabelana
IMIZEKELISO 19 XHO1902AIMIZEKELISO 19:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Bonke abazalwana behlwempu balithiyile; kangakanani, abahlobo bakhe bemka kuye? uyawasukela ngamazwi, asuke atyhafe.
Yabelana
IMIZEKELISO 19 CXB24