IMIZEKELISO 20:7
IMIZEKELISO 20:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ohamba ngengqibelelo yakhe elilungisa, Hayi, uyolo loonyana bakhe emva kwakhe!
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 20IMIZEKELISO 20:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu olilunga uphila ubomi obungenabala; bayathamsanqeleka abantwana bakhe abamlandelayo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 20IMIZEKELISO 20:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ilungisa lihamba ngobulungisa balo; mabasikeleleke abantwana bakhe emva kwakhe.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 20