IMIZEKELISO 22:22-23
IMIZEKELISO 22:22-23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musa ukusihlutha isisweli ngakuba sisisweli, Ungamtyumzi olusizana esangweni; Kuba uYehova eya kubambana nababambene nabo, Awonakalise umphefumlo wabonákalisa bona.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22IMIZEKELISO 22:22-23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musa ukuthi kuba umntu elihlwempu umxhaphaze; futhi sukumcinezela umntu ohlelelekileyo xa esematyaleni. Kaloku uNdikhoyo ngokwakhe uya kuba ngummeli wabo, abaphange abo babaphangayo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22