IMIZEKELISO 5:22
IMIZEKELISO 5:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke zona izenzo zomntu okhohlakeleyo zibambisa kwayena, ajike akhonkxwe kwasisono sakhe.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 5IMIZEKELISO 5:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Umenzi wobubi uya kuzithwala izono zakhe, abanjiswe yimixokelelwane yezono zakhe.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 5