IMIZEKELISO 8:36 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IMIZEKELISO 8:36 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ophosana nam wona owakhe umphefumlo; Bonke abandithiyayo bathanda ukufa.

IMIZEKELISO 8:36 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Kambe ke yena ondiphosileyo uzenzakalisile; kanti ke lowo undithiyileyo uthand' ukufa.”

IMIZEKELISO 8:36 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kodwa owonayo kum, uyabandezela owake umpefumlo: bonke abanditiyayo bayatanda ukufa.

IMIZEKELISO 8:36 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ke yena ondingcatshayo utshabalalisa umphefumlo wakhe; bonke abandithiyileyo bathanda ukufa.