IINDUMISO 103:10-11
IINDUMISO 103:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akenzi kuthi ngokwezono zethu, Akasiphathi ngokobugwenxa bethu; Ngokuba injengokuphakama kwezulu phezu komhlaba, Ukuba namandla, inceba yakhe kwabamoyikayo
Yabelana
Funda IINDUMISO 103IINDUMISO 103:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Akasohlwayi njengoko sifanelwe kukohlwaywa, engaziphindezeli ngokwezigqitho zethu. Kungangokuba kude kwesibhakabhaka emhlabeni ukubalasela kwezibele zakhe kwabamhlonelayo
Yabelana
Funda IINDUMISO 103