IINDUMISO 103:3-5
IINDUMISO 103:3-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uloxolela bonke ubugwenxa bakho; Ulophilisa zonke izifo zakho; Ulokhulula ubomi bakho esihogweni, Akuthi jize ngenceba nemfesane; Lo uwuzalisayo umlomo wakho ngento elungileyo, Buhlaziyeke ubutsha bakho njengobokhozi.
IINDUMISO 103:3-5 IBHAYIBHILE (XHO96)
uloxolela zonk' izono zam; ulophilisa zonk' izifo endinazo; ulohlangula ubomi bam enzonzobileni, andambese ngezibele nangenceba; ulondenzel' izintw' ezintle ebomini, ndihlale ndingumqaba-qaba njengokhozi.
IINDUMISO 103:3-5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Uloxolela zonke izono zakho; ophilisa zonke izifo zakho; Ulokhulula ubomi bakho esihogweni; othwele isithsaba senceba nesithsaba; Ulowuzalisa umlomo wakho ngezinto ezilungileyo; ukuze buhlaziyeke ubutsha bakho njengobokhozi.
IINDUMISO 103:3-5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
oxolela zonke inkohlakalo zako; opilisa zonke izifo zako; okulula ubomi bako ekutshabalaleni; okupahlayo ngezibele nangenceba; okolisa umlomo wako ngokulungileyo; bude ubutsha bako buhlaziywe njengobokozi.