IINDUMISO 103:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IINDUMISO 103:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akaphiki kuphele, Akawugcini umsindo ngonaphakade.
Yabelana
IINDUMISO 103 XHO75IINDUMISO 103:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku akasolok' engxolisa, yaye akananqala.
Yabelana
IINDUMISO 103 XHO96IINDUMISO 103:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akayi kupika ngamaxesha onke; akayi kubamba ingqumbo kude kube ngunapakade.
Yabelana
IINDUMISO 103 XHO1902AIINDUMISO 103:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Akayi kuhlala exabana, akawugcini umsindo wakhe ngonaphakade.
Yabelana
IINDUMISO 103 CXB24