IINDUMISO 107:6
IINDUMISO 107:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku babhenela kuNdikhoyo bekhohliwe, waza yena wabakhulula kwezo ngxaki zabo
Yabelana
Funda IINDUMISO 107IINDUMISO 107:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bakhala ke kuYehova embandezelweni yabo, Wabahlangula ekucuthekeni kwabo
Yabelana
Funda IINDUMISO 107