IINDUMISO 137:3-4
IINDUMISO 137:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba khona apho abathimbi bethu basibiza Izango zengoma; Abathuthumbisi bethu basibiza uvuyo, Besithi, Sivumeleni ingoma yaseZiyon. Singáthini na ukuvuma ingoma kaYehova Emhlabeni wolunye uhlanga?
Yabelana
Funda IINDUMISO 137IINDUMISO 137:3-4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku abo babesithimbile suka bathi: “Khanisonwabise ngengoma; khanihlabele enye kwezaseZiyon.” Besingathini kambe ukucula *ezikaNdikhoyo kwelasemzini!
Yabelana
Funda IINDUMISO 137IINDUMISO 137:3-4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngokuba apho babesibambe khona, babiza kuthi ingoma; kwaye abo basitshabalalisayo bafuna ulonwabo lwethu, besithi: Siculele ingoma yaseZiyon. Siya kuyivuma njani ingoma kaYehova kwilizwe lasemzini?
Yabelana
Funda IINDUMISO 137IINDUMISO 137:3-4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba kwa lapo abo basitimbileyo babiza kuti amazwi eculo; nabo basipangileyo babiza kuti umgcobo, besiti: Sivumeleni kwamaculo ase‐Ziyone. Soti nina ukuvuma iculo LIKAYEHOVA ezweni lasemzini?
Yabelana
Funda IINDUMISO 137