IINDUMISO 142:6
IINDUMISO 142:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sibazele iindlebe isikhalo sam, kuba kaloku ndixhwalekile. Ndihlangule kwabo banditshutshisayo; kaloku bona bomelele kunam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 142IINDUMISO 142:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kubekele indlebe ukuhlahlamba kwam; ngokuba ndithobeke kakhulu; Ndihlangule kwabandisukelayo; ngokuba bomelele kunam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 142