IINDUMISO 142:7
IINDUMISO 142:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wukhuphe entolongweni umphefumlo wam, Ndibulèle kwigama lakho. Amalungisa aya kuzithi jize ngesithsaba ngenxa yam, Ngokuba ùndiphethe kakuhle.
Yabelana
Funda IINDUMISO 142IINDUMISO 142:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndikhulule kula makhamandela, ukuze ndilibonge igama lakho. Amalungisa aya kundiphahla, kuba wena undithamsanqele.
Yabelana
Funda IINDUMISO 142