IINDUMISO 45:7
IINDUMISO 45:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ùthanda ubulungisa, uthiyé okungendawo; Ngenxa yoko úkuthambisile uThixo, uThixo wakho, Ngeoli yemihlali ngaphezu kwabalingane bakho.
Yabelana
Funda IINDUMISO 45IINDUMISO 45:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Uyatanda ubulungisa, uyatiya inkohlakalo; ngako oko UTIXO, kwa UTIXO wako, ukutambisile ngeoli yovuyo ngapezu kwabalingane bako.
Yabelana
Funda IINDUMISO 45