IINDUMISO 58:1-2
IINDUMISO 58:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngaba anikhethi buso na kodwa, nina balawuli, xa nilawulayo? Anibalamli ngegobe kodwa abantu? Hayi bo! Niyila inkohlakalo; kweli hlabathi naba ugonyamelo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 58IINDUMISO 58:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yinene na kodwa ukuba nithetha ubulungisa, nina bothixo? Nigweba oonyana babantu ngokuthe tye? Hayi, entliziyweni nenza ngobugqwetha; Ezweni nilinganisela ukugonyamela kwezandla zenu.
Yabelana
Funda IINDUMISO 58IINDUMISO 58:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kumvumi, Altaschithe, Miktame van Davida. Nigweba ngobulungisa na, nyana babantu? Ewe, wenza ububi entliziyweni yakho; Ubulinganisa ububi bezandla zakho ehlabathini.
Yabelana
Funda IINDUMISO 58IINDUMISO 58:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
NIYATETA okulungileyo ngenyaniso na, ntlanganiso? niyagweba ngokufanelekileyo na, bonyana babantu? okunene entliziyweni niyaqinga izikohlakalo; nasemhlabeni niyalinganisa ubudlwengu bezandla zenu.
Yabelana
Funda IINDUMISO 58