IINDUMISO 68:34 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IINDUMISO 68:34 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mnikeni amandla uThixo; Buphezu koSirayeli ubungangamsha bakhe; Asesibhakabhakeni amandla akhe.
Yabelana
IINDUMISO 68 XHO75IINDUMISO 68:34 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wancomeni amandla kaThixo obungangamsha buphezu koSirayeli, omagunya akhe asesibhakabhakeni.
Yabelana
IINDUMISO 68 XHO96IINDUMISO 68:34 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nikelani KUTIXO udumo; obungcwalisa bake bupezu kwo‐Sirayeli, namandla ake asesibakabakeni.
Yabelana
IINDUMISO 68 XHO1902AIINDUMISO 68:34 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Mnikeni amandla uThixo, Uzuko lwakhe luphezu kwaSirayeli, Buphezu kwamafu amandla akhe.
Yabelana
IINDUMISO 68 CXB24