IINDUMISO 78:59 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IINDUMISO 78:59 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Weva uThixo, waphuphuma umsindo, Wawacekisa kakhulu amaSirayeli

IINDUMISO 78:59 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Akuyibona le nto uThixo waqumba kangangokuba wasuka wamhlamba uSirayeli.

IINDUMISO 78:59 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Akukuva oko uThixo, wavutha ngumsindo, wawathiya amaSirayeli.