IINDUMISO 83:18
IINDUMISO 83:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuze abantu bazi ukuba wena, ogama linguYehova, nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo phezu kwehlabathi lonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 83IINDUMISO 83:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bazi ukuba wena, ugama linguYehova, unguwe wedwa Osenyangweni phezu kwehlabathi lonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 83