IINDUMISO 96:4
IINDUMISO 96:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku yingangalala uNdikhoyo, ufanelwe yimbeko enkulu; ufanelwe kukoyikwa ngaphezu *kwezithixo zonke
Yabelana
Funda IINDUMISO 96IINDUMISO 96:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba mkhulu uYehova, engowokudunyiswa kunene; Uyoyikeka yena ngaphezu koothixo bonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 96