IINDUMISO 97:9
IINDUMISO 97:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba nguwe, Yehova, Osenyangweni phezu kwehlabathi lonke; Ùnyukile kunene ngaphezu koothixo bonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 97IINDUMISO 97:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuba wena, Ndikhoyo, uyingangalal' ehlabathini; uyingqonyela yazo zonke izithixo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 97