ISITYHILELO 11:3
ISITYHILELO 11:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kuwanika amangqina am amabini, aprofete imihla eliwaka elinamakhulu mabini anamanci mathandathu, ethiwe wambu ngeengubo ezirhwexayo.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 11ISITYHILELO 11:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngokunjalo ndiya kumisa amangqina amabini, ukuze avakalise udaba. Ngazo zonke ezo ntsuku zilishumi elinambini lamakhulu, mashumi omathandathu, aya kuba enxibe ezirhwexayo zokuzila.”
Yabelana
Funda ISITYHILELO 11