ISITYHILELO 2:5
ISITYHILELO 2:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Khawukhumbule indlela owawa bhaxa ngayo. Yahlukana nezono; qhuba ngendlela obuhamba ngayo ekuqaleni. Ukuba akuguquki, ndiya kuza ndisisuse isibane sakho endaweni yaso.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 2ISITYHILELO 2:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Khumbula ngoko apho uwé usuka khona, uguquke, wenze imisebenzi yokuqala; okanye ndoza kuwe kamsinya, ndisishenxise isiphatho sesibane sakho endaweni yaso, ukuba akuthanga uguquke.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 2